Leader: Yithi!
All: Kuba!
Leader: Yithi!
All: Bendihamba!
*Kuba bendihamba ngokukhawuleza, stomp-clap
Bendinyibilika kakhulu, stomp-clap
Bendimka ngoku, HEY!
Bendivuselela ngabom! stomp-stomp-clap
Ndihambile kwangoko, shuu
Ndahamba kude, yoh
Kuba bendihamba ngokuzolileyo, slow it down...
Bendima ngequbuliso! STOP! clap
Bendiphuhlisa kabuhlungu, PAH-PAH!
Ndenza umboniso ngamandla, WOZA!
Kodwa ekugqibeleni... whisper
Ndahlala ndedwa. drop to knees
Ngokukhawuleza! Ngokuzolileyo! hands up-down
Kwangoko! Kude! Ngequbuliso! turn around
Kabuhlungu! Ngamandla! Ndedwa! stomp x3
Helping verbs asoze zis’hlule, hayi suka!
Leader: Ndithi was? All: Bendihamba!
Leader: Ndithi is? All: Ndihambile!
Leader: Ndithi where? All: Ndedwa!
Leader: Ndithi how? All: NGAMANDLA! jump
Ndihamba Ndisekhona" Chant Beat: Stomp-stomp-clap, Stomp-stomp-clap
Asher Chipu
(C) All Rights Reserved. Poem Submitted on 06/22/2026
(3)
Poem topics: whisper, jump, slow, stomp, leader, Print This Poem , Rhyme Scheme
<< Ledige Praatjies Poem
Next Poem
About Ndihamba Ndisekhona" Chant Beat: Stomp-stomp-clap, Stomp-stomp-clap
Ndihamba Ndisekhona" Chant Beat: Stomp-stomp-clap, Stomp-stomp-clap is a poem by Asher Chipu. This page includes the poem text, poet information, related topics, comments, and similar poems.
Write your comment about Ndihamba Ndisekhona" Chant Beat: Stomp-stomp-clap, Stomp-stomp-clap poem by Asher Chipu
Best Poems of Asher Chipu