Bawo Wethu Osezulwini Poem Rhyme Scheme and Analysis
Rhyme Scheme: ABCDCB EAFGCB HDEAIGHGFBCA| Bayethe bayethe bayethe | A |
| Silo saphezulu umkhulu wena | B |
| onke amadolo ayagoba phambi kwakho | C |
| Indalo iyakwazi amazulu ayakubabaza | D |
| wawukhona izinto zingekabikho | C |
| kodwa wena wawuselukhona | B |
| - | |
| Ungumabizw'sabele awuguquki | E |
| into oyithethile izolonanamhlanje usayithetha | A |
| singasuka siyephi xa sinokusuka kuwe | F |
| Usisiqalo usisiphelo | G |
| uthembekile abanye bathi awukho | C |
| abanye bathi ukhona | B |
| - | |
| Ngoba awubonakali ngeliso lenyama | H |
| sikubona ngemisebenzi | D |
| usenzela inceba engasifanelanga | E |
| awusibaleli amatyala ethu | A |
| Elizwini lakho sifumana ukuphi | I |
| ilizwi lakho silalangalo sivuke ngalo | G |
| liyasilwela ilizwi lakho lisusa ubumnyama | H |
| lisinika ithemba ilizwi lakho liyasithuthuzela | G |
| Kubobonke oThixo akekho onje ngawe | F |
| ithi ingekho uyenze ibekhona | B |
| ngoba xa ubala uqala kwiqanda into engekho | C |
| Mdala wezintsuku bayethe | A |
Nosicelo Matinise
(C) All Rights Reserved. Poem Submitted on 10/31/2019
(3)
Poem topics: , Print This Poem , Rhyme Scheme
Previous Poem
Next Poem
About Bawo Wethu Osezulwini
Bawo Wethu Osezulwini is a poem by Nosicelo Matinise. This page includes the poem text, poet information, related topics, comments, and similar poems.
Write your comment about Bawo Wethu Osezulwini poem by Nosicelo Matinise
Best Poems of Nosicelo Matinise
