Ndimbulele'ngezenzo''zam
Ndimbulele' nentetho' zam
Ndimbulele' ngenkohlakalo'yam
Ndimbulele' umntana' womnye' umfazi
Ebendithanda' kodwa'ndabonisa'ubuni'bam
Ebezama'ukondenelisa'kodwa' ndabonisa' ukungoneli' kwam.
Ndamnika'intliziyo empompoza'igazi.
Akakhange'akwazi'ukumelana'nobuhlungu
Wakhetha' kuthatha' ubomi' bakhe.
Bazali' cela'nindixolele' ndimbulele'ngenkohlakalo'yam.
Zihlobo' cela' nindixolele' ndimbulele' ngezenzo''zam.
Nkosi' cela'wamkele'umphefumlo'wakhe.
Ndim' ombulele.
La' ncwadi' ayibhalile' ethi'ndim' unobangela'wokufa'kwakhe'cela'niyinyamalalise.
Ewe'ndim' ombulele' ngezenzo''zam.
Ndicela'nindixolele.
Mkhululeni' naye ahambe.
Lala'ngoxolo'
Phumla'ngoxolo'
Lala'ngoxolo'